-
Daniyeli 5:7INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
7 Ukumkani wadanduluka ngamandla wathi makuziswe abo banobugqi namaKhaledi nabavumisi ngeenkwenkwezi.+ Wathi ukumkani kwizilumko zaseBhabhiloni: “Umntu othe wanako ukuwufunda lo mbhalo, wayichaza nentsingiselo yawo, uya kwambeswa ngezimfusa,+ afakwe nentsimbi yomqala yegolide entanyeni yakhe, aze alawule njengowesithathu ebukumkanini.”+
-