Levitikus 10:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wathi uMoses kuAron: “Oku koko akuthethileyo uYehova, esithi, ‘Mandingcwaliswe+ ngabo basondelayo kum,+ ndizukiswe phambi kwabantu bonke.’”+ Wathi cwaka uAron. INdumiso 39:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ndiqhubeke ndingathethi;+ ndingenakuwuvula umlomo wam,+Kuba oko kwenziwe nguwe.+ 1 Petros 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Zithobeni, ke ngoko, phantsi kwesandla esinamandla sikaThixo, ukuze aniphakamise ngexesha elililo;+
3 Wathi uMoses kuAron: “Oku koko akuthethileyo uYehova, esithi, ‘Mandingcwaliswe+ ngabo basondelayo kum,+ ndizukiswe phambi kwabantu bonke.’”+ Wathi cwaka uAron.
6 Zithobeni, ke ngoko, phantsi kwesandla esinamandla sikaThixo, ukuze aniphakamise ngexesha elililo;+