Isaya 29:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 kuba xa ebona abantwana bakhe, umsebenzi wezandla zam, phakathi kwakhe,+ baya kulingcwalisa igama lam,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kumngcwalisa Lowo Ungcwele kaYakobi,+ bamgqale ngoloyiko uTHIXO kaSirayeli.+ Hezekile 20:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Ngenxa yevumba elithozamisayo ndiya kukholiswa nini,+ xa ndinikhupha kwizizwana ndize okunene ndiniqokelele ndawonye nivela kumazwe enanichithachithwe kuwo,+ ndingcwaliswe kuni phambi kwamehlo eentlanga.’+ Mateyu 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Ngoko ke, nina nize nithandaze ngale ndlela:+ “‘Bawo wethu osemazulwini, malingcwaliswe+ igama lakho.+
23 kuba xa ebona abantwana bakhe, umsebenzi wezandla zam, phakathi kwakhe,+ baya kulingcwalisa igama lam,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kumngcwalisa Lowo Ungcwele kaYakobi,+ bamgqale ngoloyiko uTHIXO kaSirayeli.+
41 Ngenxa yevumba elithozamisayo ndiya kukholiswa nini,+ xa ndinikhupha kwizizwana ndize okunene ndiniqokelele ndawonye nivela kumazwe enanichithachithwe kuwo,+ ndingcwaliswe kuni phambi kwamehlo eentlanga.’+
9 “Ngoko ke, nina nize nithandaze ngale ndlela:+ “‘Bawo wethu osemazulwini, malingcwaliswe+ igama lakho.+