Luka 24:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 yaye egameni lakhe kwakuya kushunyayelwa inguquko yoxolelo lwezono+ kuzo zonke iintlanga+—kuqalela eYerusalem,+ Roma 10:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Baya kushumayela njani na bengathunywanga?+ Kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Hayi indlela ezibukeka ngayo iinyawo zabo bavakalisa iindaba ezilungileyo zezinto ezilungileyo!”+
47 yaye egameni lakhe kwakuya kushunyayelwa inguquko yoxolelo lwezono+ kuzo zonke iintlanga+—kuqalela eYerusalem,+
15 Baya kushumayela njani na bengathunywanga?+ Kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Hayi indlela ezibukeka ngayo iinyawo zabo bavakalisa iindaba ezilungileyo zezinto ezilungileyo!”+