IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 22:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Yaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngembewu yakho+ zonke iintlanga zomhlaba kuba uliphulaphule ilizwi lam.’”+

  • 1 Korinte 15:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ke kaloku ukuba uKristu uyashunyayelwa ukuba uvusiwe kwabafileyo,+ kwenzeka njani na ukuba abathile phakathi kwenu bathi akukho luvuko lwabafileyo?+

  • Galati 3:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Injongo yayikukuba intsikelelo ka-Abraham kuzo iintlanga ibe ngoYesu Kristu,+ ukuze ngalo ukholo lwethu+ samkele umoya othenjisiweyo.+

  • 1 Timoti 3:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Eneneni, inkulu ngokuqinisekileyo yona imfihlelo engcwele+ yozinikelo lwethu lobuthixo, eyile: ‘Wabonakaliswa esenyameni,+ wavakaliswa elilungisa esemoyeni,+ wabonakala kwiingelosi,+ kwashunyayelwa ngaye phakathi kweentlanga,+ lakholwa kuye ihlabathi,+ wanyuswa waba sebuqaqawulini.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share