4 Ngubani na onyukileyo waya ezulwini ukuze ehle?+ Ngubani na ohlanganisa umoya+ kumphakathi wezandla zozibini? Ngubani na osonga amanzi ngengubo yokwaleka?+ Ngubani na omise zonke iziphelo zomhlaba?+ Lingubani na igama lakhe+ yaye lingubani na igama lonyana wakhe, ukuba uyalazi?+