IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 2:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Mandibhekisele kummiselo kaYehova;

      Uthe kum: “Ungunyana wam;+

      Mna, namhlanje, ndibe nguyihlo.+

  • Mateyu 1:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Uya kuzala unyana, uze umbize ngokuba nguYesu+ igama lakhe, kuba uya kusindisa+ abantu+ bakowabo ezonweni zabo.”+

  • Yohane 5:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Kuba uYise akagwebi namnye, kodwa unikele konke ukugweba kuNyana,+

  • IZenzo 4:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ngapha koko, akukho lusindiso kuye nabani na ongomnye, kuba alikho elinye igama+ phantsi kwezulu elinikelweyo phakathi kwabantu esimele ukusindiswa ngalo.”+

  • Filipi 2:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 owathi, nangona wayekubume bukaThixo,+ akacinga ngokurhwaphiliza, ukuze azenze alingane noThixo.+

  • 1 Timoti 2:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kuba mnye uThixo,+ mnye nomlamli+ phakathi koThixo+ nabantu,+ uKristu Yesu,+

  • Hebhere 6:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 apho umanduleli uYesu wangena khona ngenxa yethu,+ waza waba ngumbingeleli omkhulu ngokohlobo lukaMelkitsedeki ngonaphakade.+

  • ISityhilelo 19:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kwisambatho sakhe sangaphezulu, kanye ethangeni lakhe, unegama elibhaliweyo kwathiwa, uKumkani wookumkani neNkosi yeenkosi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share