INdumiso 19:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Amazulu avakalisa uzuko lukaThixo;+Yaye isibhakabhaka sixela umsebenzi wezandla zakhe.+ IZenzo 14:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 nangona, eneneni, engazange azishiye yena ngokwakhe ngaphandle kobungqina ngokuba wenza okulungileyo,+ eninika iimvula+ ezivela ezulwini namaxesha emveliso, ezizalisa iintliziyo zenu ngokutya nangokuchwayita.”+ Roma 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuba iimpawu zakhe ezingabonakaliyo+ zibonwa ngokucacileyo ukususela ekudalweni kwehlabathi kuse phambili,+ ngenxa yokuba ziqondeka ngezinto ezenziweyo,+ kwanamandla angunaphakade+ nobuThixo bakhe,+ khon’ ukuze bangabi nakungxengxezeleka;+
17 nangona, eneneni, engazange azishiye yena ngokwakhe ngaphandle kobungqina ngokuba wenza okulungileyo,+ eninika iimvula+ ezivela ezulwini namaxesha emveliso, ezizalisa iintliziyo zenu ngokutya nangokuchwayita.”+
20 Kuba iimpawu zakhe ezingabonakaliyo+ zibonwa ngokucacileyo ukususela ekudalweni kwehlabathi kuse phambili,+ ngenxa yokuba ziqondeka ngezinto ezenziweyo,+ kwanamandla angunaphakade+ nobuThixo bakhe,+ khon’ ukuze bangabi nakungxengxezeleka;+