IZenzo 17:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 ukuze bona bafune uThixo,+ ukuba bangamphuthaphutha baze ngokwenene bamfumane,+ nangona, enyanisweni, engekude kuye ngamnye wethu. Roma 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuba iimpawu zakhe ezingabonakaliyo+ zibonwa ngokucacileyo ukususela ekudalweni kwehlabathi kuse phambili,+ ngenxa yokuba ziqondeka ngezinto ezenziweyo,+ kwanamandla angunaphakade+ nobuThixo bakhe,+ khon’ ukuze bangabi nakungxengxezeleka;+
27 ukuze bona bafune uThixo,+ ukuba bangamphuthaphutha baze ngokwenene bamfumane,+ nangona, enyanisweni, engekude kuye ngamnye wethu.
20 Kuba iimpawu zakhe ezingabonakaliyo+ zibonwa ngokucacileyo ukususela ekudalweni kwehlabathi kuse phambili,+ ngenxa yokuba ziqondeka ngezinto ezenziweyo,+ kwanamandla angunaphakade+ nobuThixo bakhe,+ khon’ ukuze bangabi nakungxengxezeleka;+