Isaya 11:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Uya kuzigweba izisweli ngobulungisa,+ abohlwaye ngokuthe tye abo balulamileyo bomhlaba. Uya kuwubetha umhlaba ngentonga yomlomo wakhe;+ ambulale ongendawo ngomoya wemilebe yakhe.+
4 Uya kuzigweba izisweli ngobulungisa,+ abohlwaye ngokuthe tye abo balulamileyo bomhlaba. Uya kuwubetha umhlaba ngentonga yomlomo wakhe;+ ambulale ongendawo ngomoya wemilebe yakhe.+