INdumiso 89:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ingalo enamandla yeyakho,+Isandla sakho somelele,+Isandla sakho sasekunene siphakamile.+ Yeremiya 32:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Awu, Nkosi enguMongami Yehova!+ Yabona, wena wenze amazulu nomhlaba ngamandla akho amakhulu+ nangengalo yakho eyoluliweyo.+ Lo mbandela uphela awukunqabelanga wena,+
17 “Awu, Nkosi enguMongami Yehova!+ Yabona, wena wenze amazulu nomhlaba ngamandla akho amakhulu+ nangengalo yakho eyoluliweyo.+ Lo mbandela uphela awukunqabelanga wena,+