IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 18:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ikho na into emnqabeleyo uYehova?+ Ngexesha elimisiweyo ndiya kubuyela kuwe, kunyaka ozayo ngeli xesha, yaye uSara uya kuba nonyana.”

  • Yobhi 42:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 “Ndiyazi ukuba uyakwazi ukuzenza zonke izinto,+

      Yaye akukho ngcamango ingenakufikeleleka kuwe.+

  • Luka 1:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 ngenxa yokuba uThixo akavakalisi nto ingenakwenzeka.”+

  • Roma 4:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 yaye eyiseke ngokupheleleyo ukuba oko akuthembisileyo wayekwazi nokukwenza.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share