IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 27:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 “Ephila nje uThixo,+ ngubani owususileyo umgwebo wam,+

      Yaye esaphila nje uSomandla, ngubani owenze krakra umphefumlo wam,+

  • Yobhi 34:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Kuba uYobhi uthe, ‘Ngokuqinisekileyo ndilungile,+

      Kodwa uThixo uwujikile umgwebo wam.+

  • Luka 18:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngokuqinisekileyo, ngoko, akayi kuthi na uThixo abangele ukuba okusesikweni+ kwenziwe kwabo banyuliweyo bakhe abadanduluka kuye imini nobusuku, kwanakuba enokuzeka kade umsindo+ ngabo?

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share