Duteronomi 32:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ekuzinikeni kOyena Uphakamileyo iintlanga ilifa,+Ekubahlukaniseni kwakhe oonyana baka-Adam,+Wayizinzisa imida yezizwana+Ngokwenani loonyana bakaSirayeli.+ IZenzo 17:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Yaye wazenza ngokuphuma kumntu+ omnye zonke iintlanga zabantu,+ ukuba zihlale phezu komhlaba uphela,+ waza wamisa amaxesha amisiweyo+ nemida emiselweyo yokuhlala kwabantu,+
8 Ekuzinikeni kOyena Uphakamileyo iintlanga ilifa,+Ekubahlukaniseni kwakhe oonyana baka-Adam,+Wayizinzisa imida yezizwana+Ngokwenani loonyana bakaSirayeli.+
26 Yaye wazenza ngokuphuma kumntu+ omnye zonke iintlanga zabantu,+ ukuba zihlale phezu komhlaba uphela,+ waza wamisa amaxesha amisiweyo+ nemida emiselweyo yokuhlala kwabantu,+