2 Kronike 20:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Asinguwe na, Thixo wethu,+ ogxothe abemi beli lizwe phambi kwabantu bakho amaSirayeli+ waza wabanikela+ kwimbewu ka-Abraham, isithandane sakho,+ ukusa kwixesha elingenammiselo? Yakobi 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 sazaliseka ke isibhalo esithi: “UAbraham wakholwa kuYehova, kwaza oko kwabalelwa kuye njengobulungisa,”+ waza wabizwa ngokuba “ngumhlobo kaYehova.”+
7 Asinguwe na, Thixo wethu,+ ogxothe abemi beli lizwe phambi kwabantu bakho amaSirayeli+ waza wabanikela+ kwimbewu ka-Abraham, isithandane sakho,+ ukusa kwixesha elingenammiselo?
23 sazaliseka ke isibhalo esithi: “UAbraham wakholwa kuYehova, kwaza oko kwabalelwa kuye njengobulungisa,”+ waza wabizwa ngokuba “ngumhlobo kaYehova.”+