IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 18:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Ngako oko balithabatha ithole lenkomo eliyinkunzi awayebanike lona. Balilungisa, baza baqhubeka bebiza egameni likaBhahali ukususela kusasa de kwayimini enkulu, besithi: “Owu Bhahali, siphendule!” Kodwa akuzange kubekho lizwi,+ yaye akuzange kubekho uphendulayo.+ Baqhubeka bexhentsa bejikeleza isibingelelo ababesenzile.

  • Isaya 37:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 Wathi esaqubuda endlwini kaNiseroki+ uthixo wakhe,+ uAdrameleki noSharezere, oonyana bakhe, bamxabela ngekrele,+ baza bona basabela kwilizwe laseArarati.+ UEsar-hadon+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.

  • Yeremiya 2:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 “Kodwa baphi na oothixo bakho ozenzele bona?+ Mabasukume ukuba banako ukukusindisa ngexesha lentlekele yakho.+ Kuba oothixo bakho bangangenani lezixeko zakho, Yuda.+

  • Yona 1:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Abaqhubi baselwandle baqalisa ukoyika baza bamemeza becela uncedo, ngamnye kuthixo wakhe.+ Kwaye baqhubeka beyilahla elwandle impahla eyayisenqanaweni, ukuze bayenze ibe khaphukhaphu.+ Kodwa uYona wehla waya kumgangatho osezantsi wenqanawa, waza walala yoyi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share