INdumiso 89:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngelo xesha wathetha ngombono kwabo banyanisekileyo bakho,+Wathi:“Ndibeke uncedo konamandla;+Ndiphakamise onyuliweyo phakathi kwabantu.+ Luka 9:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Yaye kwaphuma ilizwi+ efini, lisithi: “Lo nguNyana wam, onyuliweyo.+ Mphulaphuleni yena.”+ 1 Petros 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Njengoko nisiza kuye njengakwilitye eliphilayo,+ eligatywayo,+ enyanisweni, ngabantu,+ kodwa elinyuliweyo nelixabisekileyo kuThixo,+
19 Ngelo xesha wathetha ngombono kwabo banyanisekileyo bakho,+Wathi:“Ndibeke uncedo konamandla;+Ndiphakamise onyuliweyo phakathi kwabantu.+
4 Njengoko nisiza kuye njengakwilitye eliphilayo,+ eligatywayo,+ enyanisweni, ngabantu,+ kodwa elinyuliweyo nelixabisekileyo kuThixo,+