INdumiso 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Mandibhekisele kummiselo kaYehova;Uthe kum: “Ungunyana wam;+Mna, namhlanje, ndibe nguyihlo.+ Isaya 42:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Khangela! Umkhonzi wam,+ endimxhasayo!+ Onyuliweyo wam,+ lowo ukholisiweyo nguye umphefumlo wam!+ Ndifake umoya wam kuye.+ Uya kuzizisela okusesikweni iintlanga.+ 2 Petros 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba yamkela kuThixo uYise imbeko nozuko,+ xa kwabhekiswa kuyo amazwi anjengala evela kubungangamela bozuko: “Lo ngunyana wam, oyintanda, endikholisiweyo nguye.”+
42 Khangela! Umkhonzi wam,+ endimxhasayo!+ Onyuliweyo wam,+ lowo ukholisiweyo nguye umphefumlo wam!+ Ndifake umoya wam kuye.+ Uya kuzizisela okusesikweni iintlanga.+
17 Kuba yamkela kuThixo uYise imbeko nozuko,+ xa kwabhekiswa kuyo amazwi anjengala evela kubungangamela bozuko: “Lo ngunyana wam, oyintanda, endikholisiweyo nguye.”+