Mateyu 12:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Khangela! Umkhonzi wam+ endimnyulileyo, intanda yam,+ lowo ukholisiweyo nguye umphefumlo wam! Ndiza kufaka umoya wam kuye,+ yaye okusesikweni uya kukwenza kucace ezintlangeni. Roma 15:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 nokuze iintlanga+ zimzukise uThixo ngenxa yenceba yakhe.+ Kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Ngenxa yoko ndiya kukuvuma ekuhleni phakathi kweentlanga negama lakho ndiliculele uncuthu lwengoma.”+
18 “Khangela! Umkhonzi wam+ endimnyulileyo, intanda yam,+ lowo ukholisiweyo nguye umphefumlo wam! Ndiza kufaka umoya wam kuye,+ yaye okusesikweni uya kukwenza kucace ezintlangeni.
9 nokuze iintlanga+ zimzukise uThixo ngenxa yenceba yakhe.+ Kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Ngenxa yoko ndiya kukuvuma ekuhleni phakathi kweentlanga negama lakho ndiliculele uncuthu lwengoma.”+