INdumiso 72:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngamana angaligweba ngobulungisa ityala labantu bakho+Nelabaxhwalekileyo bakho ngemimiselo.+ Isaya 11:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 yaye uya kuyoliswa kukoyika uYehova.+ Akayi kugweba ngayo nayiphi na imbonakalo nje esemehlweni akhe, engayi kohlwaya ngokwento nje eviwe ziindlebe zakhe.+ Mateyu 12:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Akukho ngcongolo yaphukileyo aya kuyityumza, yaye akukho msonto weflekisi aya kuwucima,+ ade akuphumelelise okusesikweni+ ngempumelelo. Yohane 5:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Andinakwenza nanye into ngokwam; kanye njengoko ndivayo, ndiyagweba; yaye umgwebo endiwuphumezayo ngowobulungisa,+ ngenxa yokuba ndifuna, kungekhona ukuthanda kwam, kodwa ukuthanda+ kwalowo undithumileyo. ISityhilelo 19:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndabona izulu livulekile, yaye khangela! nalo ihashe elimhlophe.+ Lowo wayehleli kulo ubizwa ngokuba nguThembekile,+ nguNyaniso,+ yaye ugweba aze enze imfazwe ngobulungisa.+
3 yaye uya kuyoliswa kukoyika uYehova.+ Akayi kugweba ngayo nayiphi na imbonakalo nje esemehlweni akhe, engayi kohlwaya ngokwento nje eviwe ziindlebe zakhe.+
20 Akukho ngcongolo yaphukileyo aya kuyityumza, yaye akukho msonto weflekisi aya kuwucima,+ ade akuphumelelise okusesikweni+ ngempumelelo.
30 Andinakwenza nanye into ngokwam; kanye njengoko ndivayo, ndiyagweba; yaye umgwebo endiwuphumezayo ngowobulungisa,+ ngenxa yokuba ndifuna, kungekhona ukuthanda kwam, kodwa ukuthanda+ kwalowo undithumileyo.
11 Ndabona izulu livulekile, yaye khangela! nalo ihashe elimhlophe.+ Lowo wayehleli kulo ubizwa ngokuba nguThembekile,+ nguNyaniso,+ yaye ugweba aze enze imfazwe ngobulungisa.+