IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 32:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Baphambuke ngokukhawuleza endleleni endabayalela ukuba bahambe ngayo.+ Bazenzele umfanekiso otyhidiweyo wethole lenkomo, baqubuda kuwo, babingelela kuwo besithi, ‘Nanko uThixo wakho, Sirayeli, okukhuphileyo ezweni laseYiputa.’”+

  • Eksodus 34:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kuba akusayi kuqubuda komnye uthixo,+ ngokuba uYehova, ogama lakhe linguKhwele, unguThixo onekhwele;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share