Isaya 41:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Xelani izinto eziza kuza emva koko, ukuze sazi ukuba ningoothixo.+ Ewe, nifanele nenze okulungileyo okanye nenze okubi, ukuze sibhekabheke size sibone kwangaxeshanye.+ Isaya 43:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Khangelani! Ndenza into entsha.+ Ke kaloku iya kuntshula. Nina niya kuyazi, akunjalo na?+ Ngokwenene, entlango ndiya kumisa indlela,+ imilambo enkqantosini.+ Amosi 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba iNkosi enguMongami uYehova ayiyi kwenza nto ngaphandle kokuba iwutyhilile umcimbi wayo oyimfihlo kubakhonzi bayo abaprofeti.+ 2 Petros 1:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba isiprofeto asizange nangaliphi na ixesha siziswe ngokuthanda komntu,+ kodwa abantu bathetha ngokuphuma kuThixo+ njengoko babeqhutywa ngumoya oyingcwele.+
23 Xelani izinto eziza kuza emva koko, ukuze sazi ukuba ningoothixo.+ Ewe, nifanele nenze okulungileyo okanye nenze okubi, ukuze sibhekabheke size sibone kwangaxeshanye.+
19 Khangelani! Ndenza into entsha.+ Ke kaloku iya kuntshula. Nina niya kuyazi, akunjalo na?+ Ngokwenene, entlango ndiya kumisa indlela,+ imilambo enkqantosini.+
7 Kuba iNkosi enguMongami uYehova ayiyi kwenza nto ngaphandle kokuba iwutyhilile umcimbi wayo oyimfihlo kubakhonzi bayo abaprofeti.+
21 Kuba isiprofeto asizange nangaliphi na ixesha siziswe ngokuthanda komntu,+ kodwa abantu bathetha ngokuphuma kuThixo+ njengoko babeqhutywa ngumoya oyingcwele.+