IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 25:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 “Wena ke, uya kuprofeta kubo onke la mazwi, uthi kubo, ‘UYehova uya kugquma ephezulu,+ kwaye uya kukhupha ilizwi lakhe ekwindawo yakhe engcwele yokuhlala.+ Nakanjani na uya kugquma ekwindawo yakhe yokuhlala. Ngokukhwaza okunjengoko kwabo baxovula isixovulelo sewayini uya kuvuma nxamnye nabo bonke abemi bomhlaba.’+

  • Amosi 1:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Wathi:

      “UYehova—uya kugquma eseZiyon,+ akhuphe ilizwi lakhe eseYerusalem;+ yaye amadlelo abalusi amele azile, uchochoyi lweKarmele lumele lome.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share