Marko 12:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Waqala ukuthetha kubo ngemizekeliso esithi: “Umntu watyala isidiliya,+ wasibiyela ngothango, wemba isixovulelo sewayini, wamisa inqaba,+ waqeshisa ngaso kubalimi,+ waza wahambela kwenye indawo.+
12 Waqala ukuthetha kubo ngemizekeliso esithi: “Umntu watyala isidiliya,+ wasibiyela ngothango, wemba isixovulelo sewayini, wamisa inqaba,+ waqeshisa ngaso kubalimi,+ waza wahambela kwenye indawo.+