Mateyu 21:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “Yivani omnye umzekeliso: Kwakukho umntu, umnini-ndlu,+ owatyala isidiliya, wasibiyela ngothango, wemba isixovulelo sewayini kuso, wamisa inqaba,+ waqeshisa ngaso kubalimi, waza wahambela kwenye indawo.+ Luka 20:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wandula ke waxelela abantu lo mzekeliso: “Umntu watyala isidiliya,+ waqeshisa ngaso kubalimi, waza wahambela kwenye indawo kangangexesha elide.+
33 “Yivani omnye umzekeliso: Kwakukho umntu, umnini-ndlu,+ owatyala isidiliya, wasibiyela ngothango, wemba isixovulelo sewayini kuso, wamisa inqaba,+ waqeshisa ngaso kubalimi, waza wahambela kwenye indawo.+
9 Wandula ke waxelela abantu lo mzekeliso: “Umntu watyala isidiliya,+ waqeshisa ngaso kubalimi, waza wahambela kwenye indawo kangangexesha elide.+