Isaya 45:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngenxa yomkhonzi wam uYakobi noSirayeli lowo unyuliweyo wam,+ ndakubiza ngegama lakho; ndakunika igama lembeko, nangona wawungandazi.+
4 Ngenxa yomkhonzi wam uYakobi noSirayeli lowo unyuliweyo wam,+ ndakubiza ngegama lakho; ndakunika igama lembeko, nangona wawungandazi.+