Eksodus 19:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+ Isaya 41:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Kodwa wena, Sirayeli, ungumkhonzi wam,+ wena, Yakobi, endimnyulileyo,+ mbewu ka-Abraham+ umhlobo wam;+
5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+
8 “Kodwa wena, Sirayeli, ungumkhonzi wam,+ wena, Yakobi, endimnyulileyo,+ mbewu ka-Abraham+ umhlobo wam;+