Isaya 44:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngubani na onjengam?+ Makamemeze, ukuze akuxele oko aze akwazise kum.+ Ukususela ekumiseleni kwam abantu kwakudala,+ mabaxele bona izinto ezizayo nezinto eziya kungena. Isaya 46:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Lowo uxela ukuphela kwasekuqaleni,+ kwakudala izinto ebezingekenziwa;+ Lowo uthi, ‘Icebo lam liya kuma,+ yaye yonk’ into endiyoliswa yiyo ndiya kuyenza’;+
7 Ngubani na onjengam?+ Makamemeze, ukuze akuxele oko aze akwazise kum.+ Ukususela ekumiseleni kwam abantu kwakudala,+ mabaxele bona izinto ezizayo nezinto eziya kungena.
10 Lowo uxela ukuphela kwasekuqaleni,+ kwakudala izinto ebezingekenziwa;+ Lowo uthi, ‘Icebo lam liya kuma,+ yaye yonk’ into endiyoliswa yiyo ndiya kuyenza’;+