Yohane 20:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kodwa le iye yabhalwa phantsi+ ukuze nikholwe ukuba uYesu unguye uKRISTU uNyana kaThixo, nokuze, ngenxa yokukholwa,+ nibe nobomi ngegama lakhe. Roma 11:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kulungile ke! Ngenxa yokuswela kwawo ukholo+ aphulwa, kodwa wena umi ngokholo.+ Yeka ukuba neengcinga eziphakamileyo,+ kodwa yiba noloyiko.+
31 Kodwa le iye yabhalwa phantsi+ ukuze nikholwe ukuba uYesu unguye uKRISTU uNyana kaThixo, nokuze, ngenxa yokukholwa,+ nibe nobomi ngegama lakhe.
20 Kulungile ke! Ngenxa yokuswela kwawo ukholo+ aphulwa, kodwa wena umi ngokholo.+ Yeka ukuba neengcinga eziphakamileyo,+ kodwa yiba noloyiko.+