Isaya 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Khangela! UThixo lusindiso lwam.+ Ndiya kukholosa ndize ndingankwantyi;+ kuba uYa uYehova ungamandla am+ nokomelela kwam,+ kwaye uye waba lusindiso lwam.”+ Hoseya 13:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Kodwa mna ndinguYehova uThixo wakho kwasezweni laseYiputa,+ yaye kwakungekho Thixo wawumazi; kwakungekho msindisi ngaphandle kwam.+ 1 Timoti 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Oku kuhle yaye kwamkelekile+ emehlweni oMsindisi wethu, uThixo,+ Yuda 25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 kuThixo okukuphela kwakhe, uMsindisi+ wethu ngoYesu Kristu+ iNkosi yethu, makube luzuko,+ ubungangamsha, amandla+ negunya+ ngoku, nangonaphakade+ kanaphakade.+ Amen.+
2 Khangela! UThixo lusindiso lwam.+ Ndiya kukholosa ndize ndingankwantyi;+ kuba uYa uYehova ungamandla am+ nokomelela kwam,+ kwaye uye waba lusindiso lwam.”+
4 “Kodwa mna ndinguYehova uThixo wakho kwasezweni laseYiputa,+ yaye kwakungekho Thixo wawumazi; kwakungekho msindisi ngaphandle kwam.+
25 kuThixo okukuphela kwakhe, uMsindisi+ wethu ngoYesu Kristu+ iNkosi yethu, makube luzuko,+ ubungangamsha, amandla+ negunya+ ngoku, nangonaphakade+ kanaphakade.+ Amen.+