Isaya 37:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke kaloku, Yehova Thixo wethu,+ sisindise esandleni sakhe,+ ukuze zonke izikumkani zomhlaba zazi ukuba wena, Yehova, nguwe wedwa [uThixo].”+ Isaya 46:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Khumbulani izinto zakuqala zexesha lakudala,+ ukuba ndinguLowo Ungokobuthixo+ yaye akakho omnye uThixo,+ okanye nabani na onjengam;+
20 Ke kaloku, Yehova Thixo wethu,+ sisindise esandleni sakhe,+ ukuze zonke izikumkani zomhlaba zazi ukuba wena, Yehova, nguwe wedwa [uThixo].”+
9 Khumbulani izinto zakuqala zexesha lakudala,+ ukuba ndinguLowo Ungokobuthixo+ yaye akakho omnye uThixo,+ okanye nabani na onjengam;+