1 Samuweli 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko uYonatan wathi kumlindi, umphathi wezikrweqe zakhe: “Yiza size siwelele kwinkampu yala madoda angalukanga.+ Mhlawumbi uYehova uya kusisebenzela, kuba akukho sithintelo kuYehova ukuba asindise ngabaninzi okanye ngabambalwa.”+ 2 Kumkani 19:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ke kaloku, khawuncede usisindise+ Yehova Thixo wethu,+ esandleni sakhe, ukuze zonke izikumkani zomhlaba zazi ukuba wena Yehova nguwe wedwa uThixo.”+
6 Ngoko uYonatan wathi kumlindi, umphathi wezikrweqe zakhe: “Yiza size siwelele kwinkampu yala madoda angalukanga.+ Mhlawumbi uYehova uya kusisebenzela, kuba akukho sithintelo kuYehova ukuba asindise ngabaninzi okanye ngabambalwa.”+
19 Ke kaloku, khawuncede usisindise+ Yehova Thixo wethu,+ esandleni sakhe, ukuze zonke izikumkani zomhlaba zazi ukuba wena Yehova nguwe wedwa uThixo.”+