Isaya 64:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Akukho namnye obiza egameni lakho,+ akukho namnye ovukayo ukuze abambelele kuwe; kuba ubufihlile ubuso bakho kuthi,+ kwaye usibangele sanyibilika+ ngamandla esiphoso sethu.
7 Akukho namnye obiza egameni lakho,+ akukho namnye ovukayo ukuze abambelele kuwe; kuba ubufihlile ubuso bakho kuthi,+ kwaye usibangele sanyibilika+ ngamandla esiphoso sethu.