INdumiso 92:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Abo batyalwe endlwini kaYehova,+Ezintendelezweni zoThixo wethu,+ baya kutyatyamba. Isaya 61:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba njengoko umhlaba uvelisa ihlumelo lawo,+ nanjengoko umyezo uzenza zihlume izinto ezihlwayelwe kuwo, ngokunjalo neNkosi enguMongami uYehova iya kuhlumisa ubulungisa+ nendumiso phambi kwazo zonke iintlanga.+ IZenzo 2:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Ngoko ke abo balamkela ngokusuk’ entliziyweni ilizwi lakhe babhaptizwa,+ yaye ngaloo mini kongezelelwa imiphefumlo emalunga namawaka amathathu.+
11 Kuba njengoko umhlaba uvelisa ihlumelo lawo,+ nanjengoko umyezo uzenza zihlume izinto ezihlwayelwe kuwo, ngokunjalo neNkosi enguMongami uYehova iya kuhlumisa ubulungisa+ nendumiso phambi kwazo zonke iintlanga.+
41 Ngoko ke abo balamkela ngokusuk’ entliziyweni ilizwi lakhe babhaptizwa,+ yaye ngaloo mini kongezelelwa imiphefumlo emalunga namawaka amathathu.+