IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 4:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Yaye wazi kakuhle ke namhlanje, kwaye umele ukhumbule entliziyweni yakho ukuba uYehova unguTHIXO oyinyaniso emazulwini phezulu nasemhlabeni phantsi.+ Akukho wumbi.+

  • 1 Samuweli 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Akukho bani ungcwele njengoYehova, kuba akukho bani ngaphandle kwakho;+

      Yaye akukho liwa linjengoThixo wethu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share