IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 15:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngubani na onjengawe phakathi koothixo, Yehova?+

      Ngubani na onjengawe, wena uvethe amandla obungcwele?+

      Wena ungowokoyikwa+ ngeengoma zokudumisa,+ Wena wenza izinto ezimangalisayo.+

  • Duteronomi 3:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 ‘Owu Nkosi enguMongami Yehova, uqalile ukumbonisa umkhonzi wakho ubukhulu bakho+ nengalo yakho eyomeleleyo,+ ngokuba nguwuphi na uthixo emazulwini nasemhlabeni ongenza ngokwezenzo zakho nangokwemisebenzi yakho yamandla?+

  • Duteronomi 4:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Waboniswa wena, ukuze wazi ukuba uYehova unguTHIXO oyinyaniso;+ akukho wumbi ngaphandle kwakhe.+

  • INdumiso 73:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ngubani na endinaye emazulwini?+

      Ngaphandle kwakho ayikho enye into endiyolisayo emhlabeni.+

  • INdumiso 86:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Akukho unjengawe phakathi koothixo, Yehova,+

      Yaye akukho misebenzi injengeyakho.+

  • INdumiso 89:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 Kuba ngubani na esibhakabhakeni onokuthelekiswa noYehova?+

      Ngubani na onokufana noYehova phakathi koonyana bakaThixo?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share