Luka 10:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Wafika wawabopha amanxeba akhe, ewagalela ioli newayini.+ Wandula ke wamkhwelisa eqegwini lakhe wamsa kwindlu yabahambi, wamonga.
34 Wafika wawabopha amanxeba akhe, ewagalela ioli newayini.+ Wandula ke wamkhwelisa eqegwini lakhe wamsa kwindlu yabahambi, wamonga.