IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 20:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Uze ungaqubudi kuzo okanye uqhutyelwe ekuzikhonzeni,+ kuba mna Yehova Thixo wakho ndinguThixo ofuna uzinikelo olupheleleyo,+ ndizisa isohlwayo ngesiphoso sooyise phezu koonyana, kwesesithathu isizukulwana nakwesesine isizukulwana, sabandithiyileyo;+

  • Duteronomi 5:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Uze ungaqubudi kuzo okanye uqhutyelwe ekuzikhonzeni,+ kuba mna Yehova Thixo wakho ndinguThixo ofuna uzinikelo olupheleleyo,+ ndizisa isohlwayo ngesiphoso sooyise phezu koonyana, kwesesithathu isizukulwana nakwesesine isizukulwana, sabandithiyileyo;+

  • ABagwebi 2:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Yaye kwakusithi akufa umgwebi bajike baze benze ngokonakala kunooyise ngokulandela abanye oothixo ukuze babakhonze baze baqubude kubo.+ Abazange baluyeke uqheliselo lwabo nokuziphatha kwabo ngeenkani.+

  • 2 Kronike 25:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kwathi emva kokubuya kuka-Amatsiya ekuwaxabeleni amaEdom wazisa oothixo+ boonyana bakaSehire yaye wazimisela bona njengoothixo,+ yaye waqubuda kubo,+ waza waqhumisela kubo umbingelelo.+

  • Habhakuki 2:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 “‘Yeha lowo uthi elukhunini: “Vuka!” kwilitye elisisimumu: “Vuka! Liya kunikela imiyalelo”!+ Khangela! Ligqunywe ngegolide nesilivere,+ yaye aliphefumli kwaphela.+

  • ISityhilelo 9:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kodwa abanye abantu abangazange babulawe zezi zibetho abazange baguquke kwimisebenzi yezandla zabo,+ baze bayeke ukunqula iidemon+ nezithixo zegolide nezesilivere+ nezobhedu nezelitye nezomthi, ezingenako ukubona nokuva nokuhamba;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share