IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 19:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Siza kuyonakalisa le ndawo, kuba sikhulu isikhalo esingabo phambi kukaYehova,+ kangangokuba uYehova usithumele ukuba sisonakalise esi sixeko.”+

  • Duteronomi 15:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Uze ke ulumkele ukuba kungabikho butshijolo entliziyweni+ yakho, uthi, ‘Usondele unyaka wesixhenxe, unyaka wokukhulula,’+ lize lingabi nasisa iliso lakho ngakumzalwana wakho ohlwempuzekileyo,+ ungamniki nto, aze akhale ngawe+ kuYehova, ube nesono.+

  • Yobhi 34:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Ukuze abangele isikhalo sosweleyo sifike kuye;

      Yaye ngoko uyasiva isikhalo sabaxhwalekileyo.+

  • Luka 18:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngokuqinisekileyo, ngoko, akayi kuthi na uThixo abangele ukuba okusesikweni+ kwenziwe kwabo banyuliweyo bakhe abadanduluka kuye imini nobusuku, kwanakuba enokuzeka kade umsindo+ ngabo?

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share