Isaya 49:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Umfazi angalulibala na usana lwakhe, angavakalelwa ngonyana wesisu sakhe?+ Nokuba bona abafazi banokulibala,+ kodwa mna andiyi kukulibala.+
15 Umfazi angalulibala na usana lwakhe, angavakalelwa ngonyana wesisu sakhe?+ Nokuba bona abafazi banokulibala,+ kodwa mna andiyi kukulibala.+