INdumiso 51:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Ndibabale, Thixo, ngokobubele bakho obunothando.+Ngokobuninzi beenceba zakho kususe ukunxaxha kwam.+ INdumiso 103:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Njengokuba kude kwempumalanga entshonalanga,+Kunjalo ukukukhwelelisa kwakhe kude nathi ukunxaxha kwethu.+ Isaya 1:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Yizani, ke, silungelelanise imicimbi phakathi kwethu,” utsho uYehova.+ “Nangona izono zenu zingqombela, ziya kwenziwa mhlophe njengekhephu;+ nangona zibomvu njengelaphu elibomvu ngokungqombela, ziya kuba njengoboya. Isaya 43:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Mna—mna ndinguLowo ususa+ ukunxaxha kwakho+ ngenxa yam,+ kwaye izono zakho andiyi kuzikhumbula.+ Yeremiya 33:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndiza kubasulungekisa kuso sonke isiphoso sabo abandone ngaso,+ ndizixolele zonke iziphoso zabo abandone ngazo nabaye banxaxha ngazo kum.+ IZenzo 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 “Guqukani,+ ke ngoko, nijike+ khon’ ukuze zicinywe izono zenu,+ ukuze amaxesha okuhlaziya+ eze evela kuYehova ngenkqu
51 Ndibabale, Thixo, ngokobubele bakho obunothando.+Ngokobuninzi beenceba zakho kususe ukunxaxha kwam.+
12 Njengokuba kude kwempumalanga entshonalanga,+Kunjalo ukukukhwelelisa kwakhe kude nathi ukunxaxha kwethu.+
18 “Yizani, ke, silungelelanise imicimbi phakathi kwethu,” utsho uYehova.+ “Nangona izono zenu zingqombela, ziya kwenziwa mhlophe njengekhephu;+ nangona zibomvu njengelaphu elibomvu ngokungqombela, ziya kuba njengoboya.
8 Ndiza kubasulungekisa kuso sonke isiphoso sabo abandone ngaso,+ ndizixolele zonke iziphoso zabo abandone ngazo nabaye banxaxha ngazo kum.+
19 “Guqukani,+ ke ngoko, nijike+ khon’ ukuze zicinywe izono zenu,+ ukuze amaxesha okuhlaziya+ eze evela kuYehova ngenkqu