IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 85:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Usixolele isiphoso sabantu bakho;+

      Usigubungele sonke isono sabo.+ Seʹlah.

  • Isaya 40:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Thethani kuyo iYerusalem+ nize nimemeze kuyo nithi inkonzo yayo yasemkhosini izalisekile,+ nithi isiphoso sayo sihlawulelwe.+ Kuba yamkele esandleni sikaYehova umlinganiselo opheleleyo ngezono zayo zonke.”+

  • Yeremiya 31:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 “Abayi kuba safundisana ngamnye iqabane lakhe nomnye umntakwabo,+ besithi, ‘Mazini uYehova!’+ kuba bonke baya kundazi, ukususela koyena mncinane nokusa koyena mkhulu kubo,”+ utsho uYehova. “Kuba ndiya kusixolela isiphoso sabo, nesono sabo andiyi kuba sasikhumbula.”+

  • Zekariya 13:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Ngaloo mini+ kuya kubakho iqula+ elivulelwe indlu kaDavide nabemi baseYerusalem ngenxa yesono+ nangenxa yento eyenyanyekayo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share