IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 1:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 IZiyon iya kukhululwa ngokusesikweni,+ nabo babuyileyo bayo, ngobulungisa.+

  • Isaya 48:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Hambani, niphume eBhabhiloni!+ Balekani nimke kumaKhaledi.+ Xelani kwanangesandi sentswahla yovuyo, kuvakaliseni oku.+ Kwenzeni kuye nasesiphelweni somhlaba.+ Yithini: “UYehova umhlawulele umkhonzi wakhe uYakobi.+

  • Isaya 59:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 “Kwaye ngokuqinisekileyo uMhlawuleli+ uya kuza eZiyon,+ nakwabo bajikayo ekunxaxheni kwaYakobi,”+ utsho uYehova.

  • 1 Korinte 6:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 kuba nathengwa ngexabiso.+ Ngandlela zonke, mzukiseni uThixo+ ngomzimba+ wenu.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share