IMizekeliso 10:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ulindelo lwamalungisa luluvuyo,+ kodwa ithemba labangendawo liya kutshabalala.+ Isaya 49:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Memelelani ngochulumanco, nina mazulu,+ uvuye nawe mhlaba.+ Iintaba mazichwayite zimemelele ngochulumanco.+ Kuba uYehova ubathuthuzele abantu bakhe,+ yaye unosizi ngabaxhwalekileyo bakhe.+ ISityhilelo 18:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Chulumanca ngenxa yaso, Owu zulu,+ nani bangcwele+ nani bapostile+ nani baprofeti, ngenxa yokuba uThixo usigwebile ngenxa yenu!”+
13 Memelelani ngochulumanco, nina mazulu,+ uvuye nawe mhlaba.+ Iintaba mazichwayite zimemelele ngochulumanco.+ Kuba uYehova ubathuthuzele abantu bakhe,+ yaye unosizi ngabaxhwalekileyo bakhe.+
20 “Chulumanca ngenxa yaso, Owu zulu,+ nani bangcwele+ nani bapostile+ nani baprofeti, ngenxa yokuba uThixo usigwebile ngenxa yenu!”+