IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 36:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ngonyaka wokuqala kaKoreshi+ ukumkani wasePersi,+ ukuze ilizwi likaYehova+ ngomlomo kaYeremiya+ liphunyezwe, uYehova wavusa umoya+ kaKoreshi ukumkani wasePersi, kangangokuba wabangela ukuba kudluliswe isimemezo kubo bonke ubukumkani bakhe, wasibhala,+ esithi:

  • Isaya 48:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “Qokelelanani ndawonye, nonke, nize nive.+ Ngubani na phakathi kwabo oxele ezi zinto? UYehova umthandile.+ Uya kwenza oko kumyolisayo eBhabhiloni,+ nengalo yakhe iya kuba phezu kwamaKhaledi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share