INdumiso 25:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Akukho namnye kwabo bathembela ngawe oya kudana.+Baya kudana abo benza ngobuqhophololo ngaphandle kwempumelelo.+ Isaya 29:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngoko ke utsho uYehova kwindlu kaYakobi, lowo wakhulula uAbraham, ukuthi:+ “Ngoku uYakobi akayi kuba nazintloni, nobuso bakhe ngoku abuyi kuba luthuthu;+ Yoweli 2:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngokuqinisekileyo niya kudla, nidle nanele,+ yaye niya kulidumisa igama likaYehova uThixo wenu,+ owenze oko kumangalisa kangaka ngani;+ kwaye abantu bam abayi kuba nazintloni ukusa kwixesha elingenammiselo.+
3 Akukho namnye kwabo bathembela ngawe oya kudana.+Baya kudana abo benza ngobuqhophololo ngaphandle kwempumelelo.+
22 Ngoko ke utsho uYehova kwindlu kaYakobi, lowo wakhulula uAbraham, ukuthi:+ “Ngoku uYakobi akayi kuba nazintloni, nobuso bakhe ngoku abuyi kuba luthuthu;+
26 Ngokuqinisekileyo niya kudla, nidle nanele,+ yaye niya kulidumisa igama likaYehova uThixo wenu,+ owenze oko kumangalisa kangaka ngani;+ kwaye abantu bam abayi kuba nazintloni ukusa kwixesha elingenammiselo.+