IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 38:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Wawuphi na ekusekeni kwam umhlaba?+

      Ndixelele, ukuba uyakwazi ukuqonda.

  • INdumiso 78:69
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 69 Waqalisa ukuyakha njengeendawo eziphakamileyo ingcwele yakhe,+

      Njengomhlaba awuseke ukusa kwixesha elingenammiselo.+

  • INdumiso 104:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Useke umhlaba phezu kweendawo omiswe kuzo;+

      Awuyi kushukunyiswa ukusa kwixesha elingenammiselo, okanye nangonaphakade.+

  • INdumiso 119:90
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  90 Ukuthembeka kwakho kukwizizukulwana ngezizukulwana.+

      Uwuzinzise ngokuqinileyo umhlaba, ukuze uqhubeke umile.+

  • IMizekeliso 3:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 UYehova wawuseka umhlaba ngobulumko.+ Wawazinzisa ngokuqinileyo amazulu ngokuqonda.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share