Genesis 1:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngoko ke, uThixo wabasikelela+ waza wathi kubo uThixo: “Qhamani,+ nande, niwuzalise umhlaba nize niwoyise,+ nibe nobukhosi+ kwiintlanzi zolwandle nakwizidalwa eziphaphazelayo emazulwini nakuzo zonke izidalwa eziphilayo ezinambuzelayo emhlabeni.” Genesis 9:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wamsikelela ke uThixo uNowa noonyana bakhe waza wathi kubo: “Qhamani, nande niwuzalise umhlaba.+ INdumiso 37:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Amalungisa aya kuwudla ilifa umhlaba,+Ahlale kuwo ngonaphakade.+ INdumiso 115:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Wona ke amazulu, ngamazulu kaYehova,+Kodwa umhlaba uwunike oonyana babantu.+
28 Ngoko ke, uThixo wabasikelela+ waza wathi kubo uThixo: “Qhamani,+ nande, niwuzalise umhlaba nize niwoyise,+ nibe nobukhosi+ kwiintlanzi zolwandle nakwizidalwa eziphaphazelayo emazulwini nakuzo zonke izidalwa eziphilayo ezinambuzelayo emhlabeni.”