IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 23:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Khangela! Ndithatyathelwe ukuba ndisikelele,

      Usikelele Yena,+ yaye andinakukurhoxisa oko.+

  • 1 Kronike 28:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ke kaloku, ndiyaniyala emehlweni kaSirayeli wonke, ibandla likaYehova,+ nasezindlebeni zikaThixo wethu,+ yinyamekeleni nize niyiphande yonke imiyalelo kaYehova uThixo wenu, ukuze nilime eli lizwe lihle+ yaye ngokuqinisekileyo nikwazi ukulidlulisela njengelifa koonyana benu emva kwenu ukusa kwixesha elingenammiselo.

  • 1 Timoti 4:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kuba ingqeqesho yomzimba iyingenelo kancinane; kodwa lona uzinikelo lobuthixo+ luyingenelo kuzo zonke izinto,+ njengoko lusinika ithemba kobu bomi nakobo buzayo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share