INdumiso 65:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Uya kusiphendula ngezinto ezoyikekayo ngobulungisa,+Thixo wosindiso lwethu,+INkoloseko yayo yonke imida yomhlaba nabo bakude elwandle.+ Mika 7:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa mna ke, ndiza kuhlala ndikhangele kuYehova.+ Ndiza kubonisa isimo sengqondo sokulindela kuThixo wosindiso lwam.+ UThixo wam uya kundiva.+ Yohane 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Kuba uThixo walithanda+ kakhulu ihlabathi kangangokuba wanikela ngoNyana wakhe okuphela kwamzeleyo,+ ukuze wonk’ ubani obonisa ukholo+ kuye angatshabalali+ kodwa abe nobomi obungunaphakade.+
5 Uya kusiphendula ngezinto ezoyikekayo ngobulungisa,+Thixo wosindiso lwethu,+INkoloseko yayo yonke imida yomhlaba nabo bakude elwandle.+
7 Kodwa mna ke, ndiza kuhlala ndikhangele kuYehova.+ Ndiza kubonisa isimo sengqondo sokulindela kuThixo wosindiso lwam.+ UThixo wam uya kundiva.+
16 “Kuba uThixo walithanda+ kakhulu ihlabathi kangangokuba wanikela ngoNyana wakhe okuphela kwamzeleyo,+ ukuze wonk’ ubani obonisa ukholo+ kuye angatshabalali+ kodwa abe nobomi obungunaphakade.+